Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAlexandra

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Alexandra
Indlu Esemaphandleni Entle
4 Nov – 2 Dis
Yi$2 038 ngenyanga
Ifama e-Alexandra
Luxury Five Star Maple Mist Farmstay
22 Nov – 20 Dis
Yi$8 419 ngenyanga
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Alexandra
"The Muddy" - luxury mudbrick barn conversion
21 Jan – 18 Feb
Yi$3 212 ngenyanga
Ikhaya leholide e-Alexandra
Camellia House located in the heart of town
20 Jun – 18 Jul
Yi$2 764 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAlexandra

The Corner Hotel Alexandrabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
FoodWorks Alexandrabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grant St. Grocerbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.