Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAltea

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Altea
Lindo apartamento en 1a linea
18 Mey – 15 Jun
Yi$1 219 ngenyanga
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Altea
Moderno apartamento con vistas al casco antiguo
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 065 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Altea
Apartamento Romantico Casco Antiguo
15 Okt – 12 Nov
Yi$1 865 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Altea
Vista al Mar Altea, Wi-Fi, Beachfront
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 905 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAltea

Diferens Alteabayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iplaza yeChurchbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Oustau de Alteabayi 49 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Columbus 1492bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crown of Indiabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Castellbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.