Funda Kumbuki Zindwendwe onamava

Dibana noMbuki Zindwendwe onokukunceda ngento yonke ukususela ekufakeni indlu ethi ndijonge ukuya ekonwabiseni iindwendwe zakho zokuqala.

Indlela esebenza ngayo

Vula iakhawunti simahla

Kufuneka nje ube nguMbuki Zindwendwe omtsha onendlu yonke yokuhlala iindwendwe

Fumana amacebiso alungiselelwe wena

Ababuki Zindwendwe banokukunceda ngokusekelwe kwinto ofuna ukuyiphumeza

Phumelelani kunye

Ababuki Zindwendwe banokufumana imali xa ubhukishwa okokuqala, ngenxa yoko bafuna uphumelele

Dibana nabanye Ababuki Zindwendwe abanamava

UTeddy
  • Ummeli wakwa-Airbnb
  • Uneminyaka eyi-5 ebuka iindwendwe
URebecca
  • Ummeli wakwa-Airbnb
  • Uneminyaka eyi-4 ebuka iindwendwe
UMark
  • Ummeli wakwa-Airbnb
  • Uneminyaka eyi-3 ebuka iindwendwe

Ababuki zindwendwe bakhona ukuze bakuncede

Banamava amaninzi ibe bazimisele ekuncedeni abantu baqalise ukubuka iindwendwe. Umbuki Zindwendwe ngamnye unezi zinto:
Uye wayiSuperhost, iwonga elinikwa abona babuki zindwendwe bethu abagqwesileyo
Ubuke iindwendwe ezibhukishileyo izihlandlo eziyi-80 nangaphezulu
Ufumene kwiindwendwe umlinganiselo weenkwenkwezi eziyi-5 izihlandlo eziyi-30 nangaphezulu

Dibana noMbuki Zindwendwe onamava

Kuza kufuneka nje ungene kwiakhawunti yakho okanye uvule iakhawunti ukuba uyafika kuAirbnb