Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCirque du Bournillon

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Martin-en-Vercors
Les terrasses du Vercors : appartement 1 chambre
28 Feb – 27 Mat
Yi$1 024 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Villard-de-Lans
Très beau studio 500 m centre
10 Okt – 7 Nov
Yi$520 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Julien-en-Vercors
RDC 15 min de Villard draps ménage inclus
5 Aga – 2 Sep
Yi$1 113 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Nazaire-en-Royans
T1 de 35 m² au coeur du village
12 Aga – 9 Sep
Yi$739 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.