Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCisai-Saint-Aubin

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Indlu e-Le Merlerault
Maison de ville, centre village
24 Nov – 22 Dis
Yi$816 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-L'Aigle
Igumbi elinye/ I-CentralL 'Aigle # Adeline Residence
19 Jun – 17 Jul
Yi$462 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ménil-Froger
istudiyo 15 m2 imizuzu eyi-10 ukusuka kwiFama yePine
17 Mat – 14 Epr
Yi$598 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-L'Aigle
Maison de ville au vert
23 Nov – 21 Dis
Yi$1 177 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Iindawo Zokurenta Inyanga
  3. France
  4. Normandy
  5. Orne
  6. Cisai-Saint-Aubin