Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCiudad Bolívar

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-loft e-Puente Aranda
IFLETHI OKANYE INDLU EKWICOMPLEX EKWIC
17 Feb – 16 Mat
Yi$408 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bosa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle ekumzantsi wedolophu.
17 Okt – 14 Nov
Yi$519 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala e-Bogotá
habitación baño privado, Bogotá
31 Jul – 28 Aga
Yi$239 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Candelaria
La Candelaria small loft
30 Jun – 28 Jul
Yi$422 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCiudad Bolívar

Iparke Los Noviosbayi 178 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Metropolitano El Tunal Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Terminal de Bogota Sur stationbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.