Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eClubmoor

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Igumbi lakho lokulala e-Merseyside
Igumbi Lokuhlala Elitofotofo Elihambayo ukuya eAnfield R2
30 Okt – 27 Nov
Yi$700 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala e-Merseyside
Comfortable Sanitised Room Walkable to Anfield R3
14 Nov – 12 Dis
Yi$683 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Tuebrook and Stoneycroft
Double room No3 of 3 rooms Near City Centre
28 Jan – 25 Feb
Yi$920 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Tuebrook and Stoneycroft
Large and newly-renovated room in Liverpool.
22 Dis – 19 Jan
Yi$801 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.