IZINTO ONOKUZONWABELA KWA-AIRBNB

Host a Nature & Outdoor experience

Take people out of the city and into the wild with hikes, water and mountain sports.

Izinto esizijongayo kubabuki zindwendwe

Iingcali zazo zonke iintlobo
Abantu abanyuka iintaba, abasefi, nabantu abatsiba emoyeni bathatha abantu abathanda indalo babase enzulwini yolwandle naseziphelweni zomhlaba.
Ukufikelela kwizinto neendawo ezahlukileyo
Zityhila imimangaliso yendalo obungasoze uyazi ukuba bekungekho ngcali yasekuhlaleni.
Unxibelelwano phakathi kweendwendwe
Ukunyuka intaba uthe chu nemidlalo eyenza intliziyo ibetha kakuhle yenza abantu bancokole kwiindawo ekubetha umoya kuzo.

Veza okwaziyo

Hikes for everyone
Hamba ubona iindawo uthe chu uye nakwiindawo ezingamaxethuka, uphume emahlathini uze ubonise abantu ubume bendawo yakho.
Izinto ezoyikisayo emanzini
Go sailing in the sun or kayaking under the stars. Give new friends a fresh take on water sports.
Izinto ezinokuphakanyiswa ezingekabhaqwa
Fundisa abantu abangengomagwala ukutyibiliza ekhephini, ukunyuka iintaba nokuzinyuka ngebhayisekile usebenzisa iindela ekunzima kuzo.

Bonisa abantu izwe lakho

Go beyond the typical tour and show off your city, craft, cause, or culture by hosting an experience.

Zenzele into enokonwatyelwa ngendlela yakho

Khulisa ubuchule bakho, okanye ubalaselise imisebezi yakho ngokuyichazela abantu basekuhlaleni nabahambi.

Zenzele into enokonwatyelwa ngendlela yakho

Khulisa ubuchule bakho, okanye ubalaselise imisebezi yakho ngokuyichazela abantu basekuhlaleni nabahambi.

Indlela ebhadlileyo yokwenza imali

Zenzele imali ngokwenza into oyithandayo eyahlukileyo, ekhuthazayo nethandwayo ngabantu.

Indlela ebhadlileyo yokwenza imali

Zenzele imali ngokwenza into oyithandayo eyahlukileyo, ekhuthazayo nethandwayo ngabantu.

Khuthaza abameli abatsha

Cacisela abantu ngento yakho oyithandayo ngokubabonisa isizathu sokuba ibalulekile kuwe.

Khuthaza abameli abatsha

Cacisela abantu ngento yakho oyithandayo ngokubabonisa isizathu sokuba ibalulekile kuwe.

Siyakuxhasa

Izixhobo ezifana namanqaku nenkcazelo eyenzelwe izidingo zakho zokwamkela iindwendwe, uncedo lwabathengi olufumaneka imini nobusuku olwenzelwe wena neendwendwe zakho, ukuchazela abantu ngento yakho enokonwatyelwa, nokunye okungakumbi.

Izixhobo ezenzelwe wena
Idashbhodi ekunika inkcazelo eninzi, ekwenza ubonwe ziindwendwe ezisemhlabeni wonke, ukubhatalwa lula, nokunye okuninzi.
Have peace of mind
Kwizinto ezininzi ezinokonwatyelwa, uza kufumana i-inshorensi efikelela kwi$1 miliyoni. Kunye noncedo lwabathengi olufumaneka imini nobusuku ukuze ulandelele amaphupha wakho.
Ukhokelo lokukunceda ukhule
Weekly newsletters, articles, community events and resources are dedicated to help you succeed on every step of your hosting journey.

Give locals and travelers a way to disconnect from the digital and reconnect with themselves through a one-of-a-kind activity, designed by you.

Give locals and travelers a way to disconnect from the digital and reconnect with themselves through a one-of-a-kind activity, designed by you.