Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDurban North

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Durban North
A touch of home
28 Okt – 25 Nov
Yi$543 ngenyanga
Indlu engasemva e-Durban North
Northway garden cottage
1–29 Okt
Yi$495 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Durban North
119 on Fairway - forest room
22 Dis – 19 Jan
Yi$528 ngenyanga
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Durban North
The Anchorage, Durban North
4 Feb – 3 Mat
Yi$515 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDurban North

La Lucia Mallbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Britannia Hotelbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Riverside Day Spabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umgeni River Bird Parkbayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pick n Pay Durban Hypermarketbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko leJapanibayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.