Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEdersleben

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Sangerhausen
Single room-Shared Bathroom
31 Aga – 28 Sep
Yi$1 155 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Bad Frankenhausen/Kyffhäuser
Igumbi elinekhitshi elincinci neendawo ezijonge inqaba encinci
26 Mat – 23 Epr
Yi$825 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Apolda
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enesitayile - kwi-Ilmradweg
19 Nov – 17 Dis
Yi$892 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala e-Lutherstadt Eisleben
Genieße deinen Aufenthalt im richtigen Licht!
4 Dis – 1 Jan
Yi$779 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.