Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEdgehill

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Igumbi lakho lokulala e-Fredericksburg
Igumbi lokulala elisedolophini kwindawo entle, Igumbi 2
6 Jan – 3 Feb
Yi$965 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Colonial Beach
Lucky Garden Training House
21 Jun – 19 Jul
Yi$1 673 ngenyanga
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Colonial Beach
On the Rocks
22 Dis – 19 Jan
Yi$2 535 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala e-Stafford
Igumbi lokulala elicocekileyo nelizolileyo, Ibhafu esetyenziswa nangabanye abantu, ikhitshi, iDeck
15 Jan – 12 Feb
Yi$977 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.