Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa yenziwa nguRaoul

Iiyure eziyi-3Ubuka iindwendwe ngesi-IsiFrentshi
Uzibophelele kukhuseleko
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwizinto zokuzikhusela zeCOVID-19 zakwa-Airbnb.
Urhoxa ngaphandle kokubhatala
Ubuyiselwa yonke imali ubuncinane kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba iqalise into enokonwatyelwa okanye zingekapheli iiyure eziyi-24 kubhukishiwe.
Ukuya kutsho kubantu abayi-3
Iquka iiziselo, amatikiti, into yokuhamba

Into oza kuyenza

A football game starts with the pre-match.
We can go to the PSG shops to buy shirts and some souvenirs.
After that we can share beers and sausages before getting in the stadium.

And then watch the game, sing the fan’s song « Ici c’est Paris », sharing beers and popcorn.

After the game we go back home.

Oko kuqukiweyo

  • Iziselo
  • Amatikiti
  • Ezothutho

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uRaoul

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2014
  • Isazisi siqinisekisiwe
I’m a fan of Paris Saint-Germain football since I was a teenager.
I also used to play football in a club and during my studies at the university.
Since a few years, we have the chance to have in the club PSG, Kylian Mbappe and Neymar who are two of the top worldwide players.
Watching a football game of PSG is really an exciting and interesting experience I want to share my guests that like soccer as I do.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$356
umntu ngamnye
Akukho zintsuku zifumanekayo

Uza kube uphi

Stadium Parc des Princes is located in Paris 16th district which is one of the famous district of Paris.

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Isazisi Sikarhulumente

Kuza kufuneka uzifote ifoto efanayo nekwisazisi sakho. Le nto inceda u-Airbnb aqiniseke ukuba ngubani oya kwinto anokuyonwabela. Le nto kuza kufuneka uyenze kube kanye.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 3 ezineminyaka eyi- 18 nangaphezulu.

Utywala

Le into onokuyonwabela iquka utywala. Utywala buza kunikwa kuphela iindwendwe ezineminyaka evunyiweyo ngumthetho ukuba zingabusela.