Apple Strudel & Cookies Class incl Lunch

Salzburg, AustriaInxalenye yengqokelela Yokupheka Yakwa-Airbnb

Into enokonwatyelwa yokupheka eyenziwa nguJohann

  1. imiz eyi-90
  2. Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi
Ilungele amaqela
Imibhiyozo, ukudibana ngomsebenzi, nezinye.
Ingenkcubeko
Iindwendwe zivele zaziva ziyinxalenye yabantu balapho okanye yenkcubeko.

Into oza kuyenza

Roll up your sleeves for an Austrian cooking class in Salzburg and create one of the country’s favourite desserts: apple strudel. You will be asked to fully partake in all the stages of preparation. Activities such as marinating the apples and stretching out the pastry can be a lot of fun. While the apple strudel is baking in the oven, you will prepare the most popular cookies at Christmastime in Austria - Vanilla Kipferl and you get served a hot goulash soup for lunch. At the end of your lesson the whole room is fulfilled with Christmas fragrance and the whole experience of baking is guaranteed to be as rewarding as enjoying the final outcome itself
Roll up your sleeves for an Austrian cooking class in Salzburg and create one of the country’s favourite desserts: apple strudel. You will be asked to fully partake in all the stages of preparation. Activities such as marinating the apples and stretching out the pastry can be a lot of fun. While the apple strudel is baking in the oven, you will prepare the most popular cookies at Christmastime in Austria - Vanilla Kipferl and you get served a hot…

Oko kuqukiweyo

  • Ukutya
    Every food which will be cooked will be served.
  • Izixhobo
    All necessary kitchen equipment and aprons.

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uJohann

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2018
  • Izimvo eziyi-28
  • Isazisi siqinisekisiwe
I have been working as a chef since 26 years in Austria and abroad. Since 4 Years I am running my cooking school in Salzburg Old Town. I teach authentic Austrian dishes. I love traveling and meet different cultures and people.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi

Aqala kwi-$53umntu ngamnye

Ayisafumaneki
IZINTO EZINOKONWATYELWA ZAKWA-AIRBNB

Ukupheka

Abapheki abawuthandayo umsebenzi wabo

Funda ngeendlela zokupheka zemveli uze uve ngamabhali obuqu kubabuki zindwendwe basekuhlaleni.

Iindawo ezitofotofo

Yabelana ngesidlo kwiindawo ezikhethekileyo, ukusuka kwiifama zabucala ukuya kumaphahla ayimfihlo.

Ihlolwe ngu-Airbnb

Nto nganye enokonwatyelwa iyahlolwa ukuba inokutya kwendawo yasekuhlaleni na.

Uza kube uphi

The Klausentor was the city border in the 18th century and the Kaverne was serving as the Tollgate to the old town. The 500 years old cave, engraved in the Mönchsberg mountain spread an unique and scenic charme to its visitors. The location is in the city center.

Ifumene 5.0 kweziyi- 5 kwizimvo eziyi- 28.

Alina
2022 Janyuwari
A really nice experience which gave our short trip to Salzburg exactly the personal touch we were looking for! A great thing to do to warm up in the winter time and getting active with cooking after all the sightseeing and roaming around in the city. Delicious Strudel and Cookies were created by us, after shown the basics by Johann himself who tought us his skills with lots of passion. And the selfmade Goulash Soup from him was perfect while waiting for the Treats in the Oven to get ready.
Erin
2021 Disemba
We had a fantastic time and totally recommend this fun cooking activity. We were more excited to find out it is inside of a cave!
Jennifer
2021 Disemba
We had a wonderful family cooking class with Johann. The location is in the old Customs house, built directly into the mountain near the old toll gate. Johann gave great directions for preparation and demonstrations. The goulash soup and the strudel were very good … but our favorite was the traditional vanille Kipferl - wonderful cookies! Highly recommend if you’re in Salzburg!
Nathan
2021 Disemba
Johann was fantastic and we had such a great time! He has a beer pairing dinner in the spring we want to go to.
Michelle
2021 Disemba
Our family enjoyed Johann's cooking class. He was super prepared and the food was fantastic. The location was historical and interesting as well. We definitely recommend.
Daniela
2021 Novemba
This is a must for anyone visiting Salzburg! Fantastic instructor, delicious food, and a great way to meet new friends. The apple strudel was so much fun to make and my husband and I are excited to try making it again at home.

Uhlobo lokutya okukhethayo

Ukuba umcelile, umbuki zindwendwe angakufunela iintlobo ezithile zokutya. Kufuneka umazise umbuki zindwendwe ngaphambi kwento enokonwatyelwa ukuba uza kudinga indawo yokuhlala.
Okwabantu abangayityiyo inyama

Izinto ofanele uzazi

Izinto ezifunwa kundwendwe

Iindwendwe ezineminyaka eyi-6 nangaphezulu zinokuza, ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-10 xa zizonke.
Bonke abantu abathatha inxaxheba kufuneka banxibe into ekhuselayo yokogquma ubuso baze bangasondeli kwabanye abantu.
Yazisa Umbuki Zindwendwe ngohlobo lokutya okungakulungeliyo nezinto ongenakuzitya.

Umthetho ongokurhoxa

Ukuba urhoxa ukuya kutsho kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kwexesha lokuqalisa Lento Enokonwatyelwa uza kubuyiselwa yonke imali okanye kwiiyure eziyi-24 emva kokubhukisha ukuba nje ukubhukisha kwenziwe kwiiyure ezingaphezulu kweziyi-48 ngaphambi kwexesha lokuqalisa.