Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa yenziwa nguSandeep

Iiyure eziyi-3Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi
Uzibophelele kukhuseleko
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwizinto zokuzikhusela zeCOVID-19 zakwa-Airbnb.
Ukuya kutsho kubantu abayi-4
Iquka iiziselo

Into oza kuyenza

This experience is meant for anyone looking for a fun evening activity or a cocktail enthusiast or a beginner to the world of cocktails or someone who wants to learn how to make delicious drinks for their own parties.
Few things are guaranteed, you will learn how to make & drink some great tasting cocktails and have a lot of fun doing it.
During the course of the evening I will show you how to make 3 delicious cocktails using some of the best ingredients at our penthouse apartment with a great view.
After this experience you will be ready to host your own cocktail party and show off your skills to your friends or to that special someone.
Other things to note
Please feel free to contact me if you have any queries.
This experience is meant for anyone looking for a fun evening activity or a cocktail enthusiast or a beginner to the world of cocktails or someone who wants to learn how to make delicious drinks for their own parties.
Few things are guaranteed, you will learn how to make & drink some great tasting cocktails and have a lot of fun doing it.
During the course of the evening I will show you how to make 3 delicious cocktails using some of t…

Oko kuqukiweyo

  • Iziselo
    3 Designer Cocktails

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uSandeep

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2015
  • Isazisi siqinisekisiwe
I am a entrepreneur, stand up comedian and a experienced award winning mixologist living in Berlin with my lovely wife and two adorable dogs. I find nothing more exciting than hosting great events where people learn something new and have a great time doing it.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$48
umntu ngamnye
Akukho zintsuku zifumanekayo

Uza kube uphi

We will be at our penthouse apartment with a lovely view of Alexanderplatz. It's a perfect location to spend a nice evening while enjoying delicious cocktails.

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Isazisi Sikarhulumente

Kuza kufuneka uzifote ifoto efanayo nekwisazisi sakho. Le nto inceda u-Airbnb aqiniseke ukuba ngubani oya kwinto anokuyonwabela. Le nto kuza kufuneka uyenze kube kanye.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 4 ezineminyaka eyi- 18 nangaphezulu.

Utywala

Le into onokuyonwabela iquka utywala. Utywala buza kunikwa kuphela iindwendwe ezineminyaka evunyiweyo ngumthetho ukuba zingabusela.