INTO ENOKONWATYELWA KWI-INTANETHI

Aula de Samba com a Rainha da Bateria

ERio de Janeiro, BrazilInxalenye Yezinto Onokuzonwabela Kwi-intanethi Zakwa-Airbnb

Into enokonwatyelwa kwi-intanethi ekhokelwa nguCarla

imiz eyi-60, Ubuka iindwendwe ngesi-IsiPhuthukezi, IsiNgesi, I-Spanish, IsiFrentshi
Joyina kwi-intanethi
Dibana nombuki zindwendwe wakho kuZoom.
Ukuya kutsho kubantu abayi-10
Amaqela abucala ayafumaneka ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-20.

Into oza kuyenza

O Samba é uma das danças mais famosas do Brasil e o Rio de Janeiro é o berço do Samba. Nesta aula, começaremos com um pequeno aquecimento e vamos nos conhecendo. Vou te contar tudo sobre a minha história de amor com o samba e como virei professora. Depois, vou te ensinar passo-a-passo como sambar, em uma aula divertida e leve. Você vai se sentir no Carnaval do Rio de Janeiro!
Fique a vontade para reservar em grupo, com sua família ou amigos e sentir um pouco do carnaval da nossa cidade maravilhosa.

Indlela yokuthatha inxaxheba

  • Joyina ukufowuna ngevidiyo
    Sebenzisa uZoom ukuze uthathe inxaxheba ngekhompyutha okanye ngefowuni yakho. Emva kokubhukisha uza kufumana i-imeyile enelinki neenkcukacha zendlela yokuyijoyina.
  • Bhukishela iqela labucala
    UCarla angabuka amaqela abucala anabantu nokuba bangakanani, ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-20. Amaxabiso eqela labucala aqala kwi-$211.

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uCarla

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2017
  • Izimvo eziyi-47
  • Isazisi siqinisekisiwe
Somos professoras de samba e da escola vencedora do carnaval de Rio de Janeiro 2020. A gente já ensinou o samba em vários países, garantimos que esta aula online será bem divertida.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$19
umntu ngamnye
Yi-$19 umntu ngamnye
Yi-$19 umntu ngamnye
Yi-$19 umntu ngamnye
Yi-$19 umntu ngamnye
Yi-$19 umntu ngamnye
Yi-$19 umntu ngamnye

Izinto Ezinokonwatyelwa Kwi-intanethi zakwa-Airbnb

Ababuki zindwendwe abakucingelayo

Bazi ngakumbi ababuki zindwendwe ababonisa ngezinto abazithanda kakhulu nabakukrobisa kwindlela abaphila ngayo.

Izinto ezenziwa ngamaqela amancinci

Dibana nabantu abavela kwamanye amazwe ngoxa nifunda into entsha kunye.

Ilula kwaye yeyehlabathi lonke

Joyina ngokulula uze uthathe inxaxheba usekhaya ngaphandle kokwenza amalungiselelo amaninzi.

Ifumene 5.0 kweziyi- 5 kwizimvo eziyi- 47.

Claudia
2021 Agasti
We had the best time during this class. We are beginners and Gabriela was so patient with us, I have tried learning a bit in the past but really made it so easy to understand and truly focused on making sure we were having fun together... highly recommend this class
Manni
2021 Agasti
Gabby was a wonderful Samba teacher. She made the moves simple & we had such a fun time learning and dancing. Highly recommend it for a fun night in and with friends. We felt like we were in Brazil.
Dusa
2021 Agasti
This was such a fantastic experience, which we took in lockdown. It made us forget we are locked down as we danced the night away. Carla was an amazing host who made us feel like we were in Brazil! She made rhe complex moves appear easy with her teaching style. Highly recommended for a fun night in.
Amber
2021 Agasti
Carla was FANTASTIC. I booked a class for 6 girls for my best friend's bachelorette and we had so much fun and it was a great workout. She even showed us photos of the Brazilian parade and now we all are ready to book a trip to Brazil when travel opens up. I would highly recommend to anyone!!
Luci
2021 Julayi
I am almost two months into weekly Samba classes! I’m really enjoying it! I’m learning new routines and feel like I’m improving. It’s so much fun and a highlight of my week!
Mariarosa
2021 Julayi
Gabriela and Carla are great teachers and careful hosts. The lesson was a present for a friend who totally enjoyed the experience and had an interesting chat with Gabriela. It was really fun, absolutely recommended!

Khetha kwintsuku ezikhoyo

Ziyi-10 ezifumanekayo
Iphepha le-1 kwayi-2

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kuza kufuneka ube neintanethi nesixhobo sokubukela nokumamela ividiyo ukuze ukwazi ukuba nenxaxheba. Ilinki neenkcukacha zendlela yokujoyina ziza kufakwa kwi-imeyile yakho eqinisekisa ukubhukisha.