Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa yenziwa nguCarlos Jesús

Iiyure eziyi-3.5Ubuka iindwendwe ngesi-I-Spanish, IsiNgesi
Uzibophelele kukhuseleko
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwizinto zokuzikhusela zeCOVID-19 zakwa-Airbnb.
Urhoxa ngaphandle kokubhatala
Ubuyiselwa yonke imali ubuncinane kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba iqalise into enokonwatyelwa okanye zingekapheli iiyure eziyi-24 kubhukishiwe.
Ukuya kutsho kubantu abayi-10, amaqela abucala ayafumaneka
Yenzelwa phandle
Iquka iisixhobo

Into oza kuyenza

Déjate enamorar por este fenómeno en una Kayakeada nocturna por las playas y bancos de arena de nuestra isla en donde podrás disfrutar de la magia del brillo del plancton en el agua, rodeado de un manto estelar inolvidable.

Oko kuqukiweyo

  • Izixhobo
    Kayak, Chalecos Salvavidas.

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uCarlos Jesús

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2021
  • Isazisi siqinisekisiwe
Somo un proyecto especializado en prestar servicios eco turísticos en kayak, promoviendo experiencias que dan conciencia a la preservación del medio ambiente.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$50
umntu ngamnye
Jun 18, Fri
Yi-$50 umntu ngamnye
Yi-$50 umntu ngamnye
Jun 19, Sat
Yi-$50 umntu ngamnye
Yi-$50 umntu ngamnye
Jun 20, Sun
Yi-$50 umntu ngamnye
Yi-$50 umntu ngamnye

Uza kube uphi

Conoce la variedad de flora y fauna en la Reserva de Yum Balam, recorre los arenales de nuestra hermosa isla.

Khetha kwintsuku ezikhoyo

Ziyi-10 ezifumanekayo
1 / 2

Icebiso lezinto ezenziwayo

Iinkampani ezingamagcisa ezisebenza kunye nathi
Yonke into enokonwatyelwa ilandela imigaqo yeshishini. Sibambisene Nombutho Wezorhwebo Ngezohambo, iinkokheli eziziingcali ekwenzeni uhambo lonwabise, ukuze luphuhlise izinto ezifanelekileyo nomgangatho wokhuseleko.
Yazi ukuba mawuyeke nini
Nceda uqaphele ukuba izinto ezenziwa phandle zisenokuba nobungozi, kwaye unokufumana iimeko eziyingozi kule nto enokonwatyelwa. Qiniseka ukuba ungathatha inxaxheba ngokukhuselekileyo xa ujonga ubuchule bakho kunye neemeko (ezinjengendawo, imozulu kunye nezixhobo).

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 10 ezineminyaka eyi- 4 nangaphezulu.

Izinto omele uze nazo

Usar sombrero o gorra

Repelente de mosquitos