Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa kwi-intanethi ekhokelwa nguHayden

imiz eyi-60Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi
Joyina kwi-intanethi
Dibana nombuki zindwendwe wakho kuZoom.
Urhoxa ngaphandle kokubhatala
Ubuyiselwa yonke imali ubuncinane kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba iqalise into enokonwatyelwa okanye zingekapheli iiyure eziyi-24 kubhukishiwe.
Ukuya kutsho kubantu abayi-10, amaqela abucala ukuya kutsho kubantu abayi-30

Into oza kuyenza

Welcome to my Zoom magic show! I have been performing this show for the past 9 months primarily for corporate events. I've had the pleasure of performing online for companies like Google, Microsoft, IBM, and Starbucks - and I am excited to share this experience with you!

First you will gain access to my zoom waiting room while we wait for the experience to begin. This show is geared towards ages 13+, so I recommend grabbing a drink before we begin to get relaxed!

Leave your cameras and mics on - I want you to feel like you are watching the show up close with me in real time!

Next, I'll begin the performance and perform a 45 minute show that is going to combine magic, comedy, and mentalism. This is a very laid back and interactive experience, so you will have a chance to participate in the performance. I bring volunteers on screen throughout the show and even perform tricks that involve you participating on the other side of the screen.

This is not a show full of the same kinds of magic tricks you've seen before - this is original material that I've been performing that leans more on the psychological side.

I'm looking forward to meeting you! :D
Welcome to my Zoom magic show! I have been performing this show for the past 9 months primarily for corporate events. I've had the pleasure of performing online for companies like Google, Microsoft, IBM, and Starbucks - and I am excited to share this experience with you!

First you will gain access to my zoom waiting room while we wait for the experience to begin. This show is geared towards ages 13+, so I recommend grabbing a drink bef…

Indlela yokuthatha inxaxheba

  • Joyina ukufowuna ngevidiyo
    Sebenzisa uZoom ukuze uthathe inxaxheba ngekhompyutha okanye ngefowuni yakho. Emva kokubhukisha uza kufumana i-imeyile enelinki neenkcukacha zendlela yokuyijoyina.
  • Bhukishela iqela labucala
    UHayden angabuka amaqela abucala anabantu nokuba bangakanani, ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-30. Amaxabiso eqela labucala aqala kwi-$1 250.

Izinto omele uze nazo

  • (Optional) Deck of Cards
  • (Optional) pen and paper or something to write on

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uHayden

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2016
  • Isazisi siqinisekisiwe
I've been performing magic my entire life, and I've had the pleasure of performing across the country for private events, theaters, colleges, and pretty much anywhere that would have me! I have worked off-broadway in NYC, done some tv spots, and completed a TED talk on interactive performance.

I currently live in Charlotte, NC but will be relocating to NYC by the end of the year.

You can look me up at haydenismagic.com
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$28
umntu ngamnye
Akukho zintsuku zifumanekayo

Izinto Ezinokonwatyelwa Kwi-intanethi zakwa-Airbnb

Ababuki zindwendwe abakucingelayo

Bazi ngakumbi ababuki zindwendwe ababonisa ngezinto abazithanda kakhulu nabakukrobisa kwindlela abaphila ngayo.

Izinto ezenziwa ngamaqela amancinci

Dibana nabantu abavela kwamanye amazwe ngoxa nifunda into entsha kunye.

Ilula kwaye yeyehlabathi lonke

Joyina ngokulula uze uthathe inxaxheba usekhaya ngaphandle kokwenza amalungiselelo amaninzi.

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kuza kufuneka ube neintanethi nesixhobo sokubukela nokumamela ividiyo ukuze ukwazi ukuba nenxaxheba. Ilinki neenkcukacha zendlela yokujoyina ziza kufakwa kwi-imeyile yakho eqinisekisa ukubhukisha.