INTO ENOKONWATYELWA KWI-INTANETHI

Shanghai 1930s Treasure Hunt Escape Room

Into enokonwatyelwa kwi-intanethi ekhokelwa nguOlivier

imiz eyi-90, Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi
Joyina kwi-intanethi
Dibana nombuki zindwendwe wakho kuZoom.
Ukuya kutsho kubantu abayi-6
Amaqela abucala ayafumaneka ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-300.

Into oza kuyenza

If you love Escape Room, Treasure Hunts, Brain Tease and Travel you'll love the...
★ "World Travelers' Fellowship - Shanghai Chapter"★

Get ready to Discover Shanghai as if you were there!

✔ Background
From the comfort of your home come visit China, immerse yourself in this truly unique adventure, a table-top Escape Game combined with a Treasure Hunt that takes place in present days’ Shanghai but, through 1930s real historical events and the lives of colorful people, the likes of Emily Hahn and Victor Sassoon.

✔ The Experience
- You'll need to solve clues that will lead to locations around Shanghai.
- You'll either work as one collaborative group (default setting) or if you are competitive we can split you into different teams that compete against each other (for private groups - please request in advance).
- Videos (pre-recorded) will be unlocked after successfully finding locations, and will show you Shanghai and details about the location you’ve just worked hard to find.

You will be the ones solving the clues but, I will be there to guide you and give you hints along the way.

✔ Tailor-made Team Building
We can host tailor-made events up to 300 people, so don’t hesitate to contact me if you have any specific inquiry.
If you love Escape Room, Treasure Hunts, Brain Tease and Travel you'll love the...
★ "World Travelers' Fellowship - Shanghai Chapter"★

Get ready to Discover Shanghai as if you were there!

✔ Background
From the comfort of your home come visit China, immerse yourself in this truly unique adventure, a table-top Escape Game combined with a Treasure Hunt that takes place in present days’ Shanghai but, through 1930s rea…

Indlela yokuthatha inxaxheba

  • Joyina ukufowuna ngevidiyo
    Sebenzisa uZoom ukuze uthathe inxaxheba ngekhompyutha okanye ngefowuni yakho. Emva kokubhukisha uza kufumana i-imeyile enelinki neenkcukacha zendlela yokuyijoyina.
  • Bhukishela iqela labucala
    UOlivier angabuka amaqela abucala anabantu nokuba bangakanani, ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-300. Amaxabiso eqela labucala aqala kwi-$133.

Izinto omele uze nazo

  • Excited to discover Shanghai while having fun
  • Eagerness to be challenged intellectually
  • Computer with speaker, microphone (and a camera if possible)
  • Paper and pen

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uOlivier

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2020
  • Isazisi siqinisekisiwe
I've been in China for the last 18 years, now in Shanghai. I'm the Creative Director of a major team building company in China and I love to create tangible and realistic activities to let people experience China from a totally unique perspective.

We've created tailor-made events among others for Shanghai Disney Resort, Porsche, Ritz Carlton, Mercedes-Benz... and Embassies. It is so much fun to constantly create activities from scratch!

Google "Chinint Team Building" to know more about my place of fun (work).
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$19
umntu ngamnye

Izinto Ezinokonwatyelwa Kwi-intanethi zakwa-Airbnb

Ababuki zindwendwe abakucingelayo

Bazi ngakumbi ababuki zindwendwe ababonisa ngezinto abazithanda kakhulu nabakukrobisa kwindlela abaphila ngayo.

Izinto ezenziwa ngamaqela amancinci

Dibana nabantu abavela kwamanye amazwe ngoxa nifunda into entsha kunye.

Ilula kwaye yeyehlabathi lonke

Joyina ngokulula uze uthathe inxaxheba usekhaya ngaphandle kokwenza amalungiselelo amaninzi.

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kuza kufuneka ube neintanethi nesixhobo sokubukela nokumamela ividiyo ukuze ukwazi ukuba nenxaxheba. Ilinki neenkcukacha zendlela yokujoyina ziza kufakwa kwi-imeyile yakho eqinisekisa ukubhukisha.