Into enokonwatyelwa yenziwa nguRay

  1. Iiyure eziyi-3
  2. Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi

Into oza kuyenza

Join me to walk a section of the historic carriage drive created in the 19th century on the Rothbury estate of Lord Armstrong at Cragside. We will meet in the charming town of Rothbury, which has a great range of places to eat and drink, and set out for the estate which is now cared for by the National Trust. The views from the carriage drive across to the Cheviots are breathtaking and mostly unchanged since they were enjoyed by Lord Armstrong, his family and friends. We can look at the history of Cragside and the part it played in the story of innovation and invention in England as well as the ecology of the surrounding land. You can enjoy the great open spaces and lungfuls of fresh Northumberland air.
Join me to walk a section of the historic carriage drive created in the 19th century on the Rothbury estate of Lord Armstrong at Cragside. We will meet in the charming town of Rothbury, which has a great range of places to eat and drink, and set out for the estate which is now cared for by the National Trust. The views from the carriage drive across to the Cheviots are breathtaking and mostly unchanged since they were enjoyed by Lord Armstrong, h…

Oko kuqukiweyo

  • Izixhobo
    First aid kit and survival blanket

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uRay

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2018
  • Isazisi siqinisekisiwe
I have spent over 25 years helping people discover stories about the history and heritage of England by leading group visits to beautiful places. I’m passionate about bringing the stories of our land and people to those who want to discover more while enjoying the beauty of the countryside.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi

Aqala kwi-$26umntu ngamnye

Uza kube uphi

There’s open moorland, shady woodland and plenty of wildlife to enjoy on this walk. You can also enjoy the town either before or after the walk.

Izinto ofanele uzazi

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kuza kufuneka ube nefoto ehambelana nale ikwisazi sakho ukuze kuqinisekiswe ukuba ngubani kanye kanye oya kule nto inokonwatyelwa.
Iindwendwe ezineminyaka eyi-8 nangaphezulu zinokuza, ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi-10 xa zizonke.
Bonke abantu abathatha inxaxheba kufuneka banxibe into ekhuselayo yokogquma ubuso baze bangasondeli kwabanye abantu.
Kwenziwa into engaqobi kakhulu kule nto inokonwatyelwa.

Izinto omele uze nazo

Outdoor clothing suitable for the weather conditions
Drinking water
Snacks if required

Umthetho ongokurhoxa

Ukuba urhoxa ukuya kutsho kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kwexesha lokuqalisa Lento Enokonwatyelwa uza kubuyiselwa yonke imali okanye kwiiyure eziyi-24 emva kokubhukisha ukuba nje ukubhukisha kwenziwe kwiiyure ezingaphezulu kweziyi-48 ngaphambi kwexesha lokuqalisa.