Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa yenziwa nguJavier

imiz eyi-90Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi, IsiJamani, I-Spanish, IsiFrentshi
Uzibophelele kukhuseleko
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwizinto zokuzikhusela zeCOVID-19 zakwa-Airbnb.
Urhoxa ngaphandle kokubhatala
Ubuyiselwa yonke imali ubuncinane kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba iqalise into enokonwatyelwa okanye zingekapheli iiyure eziyi-24 kubhukishiwe.
Ukuya kutsho kubantu abayi-10, amaqela abucala ayafumaneka
Yenzelwa phandle
Iquka iiziselo, amatikiti, into yokuhamba, isixhobo

Into oza kuyenza

Experience Sevilla from a brand new perspective - from the water! We jump into the water on our Paddle boards and cross the river through the most beautiful points of Sevilla and discover the secrets of Rio Gualdalquivir.

In addition to perfecting your technique and learning new skills, you'll meet people who like to enjoy the water like you.

Follow us and keep up to date with our latest news and photos :
Instagram : @paddlesurfsevilla
Facebook :@paddlesurfsevilla
Website : paddlesurfsevilla.com

Don't get lost!

https://www.google.es/maps/place/Calle+Betis,+60,+41010+Sevilla/@37.3816635,-6.0007176,17z/data=!3m1!4b1!4m5!3m4!1s0xd126c1672be3725:0x5aee53c041f0ee7f!8m2!3d37.3816593!4d-5.9985236
Experience Sevilla from a brand new perspective - from the water! We jump into the water on our Paddle boards and cross the river through the most beautiful points of Sevilla and discover the secrets of Rio Gualdalquivir.

In addition to perfecting your technique and learning new skills, you'll meet people who like to enjoy the water like you.

Follow us and keep up to date with our latest news and photos :
Instagram : @…

Oko kuqukiweyo

1 / 2
  • Iziselo
    Water
  • Amatikiti
    Changing rooms with WC. Belongings can be left in our office for the lesso...
  • Ezothutho
    Best location in the centre of Seville. Most famous street.
  • Izixhobo
    Paddle Surf Equipment (board, paddle, leash, lifejacket) + suncream, sungla...

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uJavier

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2018
  • Izimvo eziyi-2
  • Isazisi siqinisekisiwe
Hi, we are Paddle Surf Sevilla! We are experts in Paddle Surf, Surf and lifeguards whose main objective is to have fun in the water! Water, adventure and fun define us! We love the new experiences we share with everyone who visits our home, Sevilla. With us you can share and explore the river and our connection to the sea within the city.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$48
umntu ngamnye
Jun 25, Hla
Yi-$48 umntu ngamnye
Yi-$48 umntu ngamnye
Jun 26, Mgq
Yi-$48 umntu ngamnye
Yi-$48 umntu ngamnye
Jun 27, Caw
Yi-$48 umntu ngamnye
Yi-$48 umntu ngamnye

Ngokusebenzisana ne- World Surf League

Ivunywe yi-World Surf League
Le nto onokuyonwabela ikhethwe yi-WSL ngokwayo, indawo ethandwa ngabantu abatyibiliza kumaza olwandle abaphum' izandla ehlabathini.


Njengequmrhu elilawulayo lemidlalo yokutybilika ngephenyane emanzini, i-World Surf League (WSL) yongamele ukutyelela kwabadlali abangamadoda nabangamabhinqa abatyibilika ngephenyane elifutshane, ngephenyane elide, ukutyibilika kumaza amakhulu nokhuphiswano lokuphuhlisa, yaye ukususela ngo-1976, iye yathwesa iintshatsheli zehalabthi nyaka ngamnye. Amalungu ayo aquka iincutshe zehlabathi zokutyibilika ngephenyane ezingaphezu kwe-2 500 kunye nezigidi zabalandeli abasehlabathini lonke. Ixhasa iincutshe nabaqalayo ngendlela efanayo, i-WSL ikholelwa ukuba okukhona sichitha ixesha emanzini, kokukhona ihlabathi liya kuba ngcono.

Uza kube uphi

Sevilla is an amazing town in Spain with tons of culture, food and drink, and most importantly, activities! Join us on our favorite adventures, experiencing a unique perspective through the center of the city on the water!

Izimvo eziyi-2

Evelina
2019 Juni
Exceptional experience. A completely different perspective on Seville. It was my first time paddling, but Javier explained everything the way it was pure joy.
Wenjing
2019 Okthoba
good experience even fell off in river twice

Khetha kwintsuku ezikhoyo

Ziyi-10 ezifumanekayo
1 / 2

Icebiso lezinto ezenziwayo

Iinkampani ezingamagcisa ezisebenza kunye nathi
Yonke into enokonwatyelwa ilandela imigaqo yeshishini. Sibambisene Nombutho Wezorhwebo Ngezohambo, iinkokheli eziziingcali ekwenzeni uhambo lonwabise, ukuze luphuhlise izinto ezifanelekileyo nomgangatho wokhuseleko.
Yazi ukuba mawuyeke nini
Nceda uqaphele ukuba izinto ezenziwa phandle zisenokuba nobungozi, kwaye unokufumana iimeko eziyingozi kule nto enokonwatyelwa. Qiniseka ukuba ungathatha inxaxheba ngokukhuselekileyo xa ujonga ubuchule bakho kunye neemeko (ezinjengendawo, imozulu kunye nezixhobo).

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 10 ezineminyaka eyi- 5 nangaphezulu.

Izinto omele uze nazo

Swimwear

Change of Clothes