Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa yenziwa nguCecilia

Iiyure eziyi-2Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi, IsiTaliyane
Uzibophelele kukhuseleko
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwizinto zokuzikhusela zeCOVID-19 zakwa-Airbnb.
Urhoxa ngaphandle kokubhatala
Ubuyiselwa yonke imali ubuncinane kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba iqalise into enokonwatyelwa okanye zingekapheli iiyure eziyi-24 kubhukishiwe.
Ukuya kutsho kubantu abayi-10, amaqela abucala ayafumaneka

Into oza kuyenza

We will walk around the small city of Urbino discovering its narrow streets (and two hidden gems that we will discover together) and medieval buildings. We will finish visiting the Ducal Palace that right now hosts also the National gallery of Marche region.
Other things to note
Tickets not included

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uCecilia

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2013
  • Isazisi siqinisekisiwe
I'm a local licensed tour guide, a classical musician and art historian. I attended the university in Urbino and I'm.completely fell in love with this magic city tiny and elegant and I can't wait to show you the beauty of this nice and elegant city!
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$34
umntu ngamnye
Akukho zintsuku zifumanekayo

Uza kube uphi

The city of Urbino, streets.and the hidden gems.
The Ducal Palace and the National gallery of Marche region

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 10 ezineminyaka eyi- 18 nangaphezulu. Abazali basenokuza nabantwana abangaphantsi kweminyaka emi-2.

Izinto omele uze nazo

Money to buy souvenirs , food and tickets