Dlulela kumxholo

Into enokonwatyelwa yokupheka eyenziwa nguZlatko

Iiyure eziyi-4Ubuka iindwendwe ngesi-IsiNgesi
Uzibophelele kukhuseleko
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwizinto zokuzikhusela zeCOVID-19 zakwa-Airbnb.
Urhoxa ngaphandle kokubhatala
Ubuyiselwa yonke imali ubuncinane kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba iqalise into enokonwatyelwa okanye zingekapheli iiyure eziyi-24 kubhukishiwe.
Ukuya kutsho kubantu abayi-10, amaqela abucala ayafumaneka
Ukutya kweUkutya kwaseCroatia
Iquka iukutya, iziselo, isixhobo

Into oza kuyenza

What makes travel so memorable? By immersing yourself in the local culture with local people. This cooking class will do just that. You’ll learn how to cook local Dalmatian delicacies with a local family in Dubrovnik. We’ll prepare traditional food together, we’ll eat together, and we’ll have fun together. While you are drinking apeririv, I will teach you how to prepear dalmatian meal, we call marenda (meal between breakfast and lunch). Depend what season is, I will choose ingredients (local, seasonal), and I will explain to you about ingredients. We will prepear meal together, and we will taste it and drink local wine.
What makes travel so memorable? By immersing yourself in the local culture with local people. This cooking class will do just that. You’ll learn how to cook local Dalmatian delicacies with a local family in Dubrovnik. We’ll prepare traditional food together, we’ll eat together, and we’ll have fun together. While you are drinking apeririv, I will teach you how to prepear dalmatian meal, we call marenda (meal between breakfast and lunch). Depend wh…

Oko kuqukiweyo

  • Ukutya
  • Iziselo
  • Izixhobo

Dibana nombuki zindwendwe wakho, uZlatko

Ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb ukususela ngo- 2019
  • Isazisi siqinisekisiwe
I am a chef, home cook, former restaurateur, and a life-long denizen of Dubrovnik. More importantly, I’m a fanatic for local food, a zealot for uber-seasonal ingredients, and a passionate bon vivant. So much so, my cooking and hosting experience has been in the pages of National Geographic, the Wall Street Journal, and New York magazine, among other publications. Newsweek called my peka—slow-grilled meat—“the best version on the planet.
Ukuze ukhusele ukubhatala kwakho, ungaze uthumele imali okanye uthethe nabantu ungasebenzisi iwebhsayithi okanye i-app yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Aqala kwi-$81
umntu ngamnye
Akukho zintsuku zifumanekayo
IZINTO EZINOKONWATYELWA ZAKWA-AIRBNB

Ukupheka

Abapheki abawuthandayo umsebenzi wabo

Funda ngeendlela zokupheka zemveli uze uve ngamabhali obuqu kubabuki zindwendwe basekuhlaleni.

Iindawo ezitofotofo

Yabelana ngesidlo kwiindawo ezikhethekileyo, ukusuka kwiifama zabucala ukuya kumaphahla ayimfihlo.

Ihlolwe ngu-Airbnb

Nto nganye enokonwatyelwa iyahlolwa ukuba inokutya kwendawo yasekuhlaleni na.

Uza kube uphi

Open area.
Terrace in private house with small garden, with fruith trees and flowers.
Fifteen minutes walk from Old town.

Uhlobo lokutya okukhethayo

Ukuba umcelile, umbuki zindwendwe angakufunela iintlobo ezithile zokutya. Kufuneka umazise umbuki zindwendwe ngaphambi kwento enokonwatyelwa ukuba uza kudinga indawo yokuhlala.

Izinto ofanele uzazi

Umthetho ongokurhoxa

Nayiphi na into enokonwatyelwa ingarhoxiswa uze uyibuyiselwe yonke imali yakho kwiiyure eziyi-24 zokubhukisha kwakho, okanye ubuncinci kwiintsuku eziyi-7 ngaphambi kokuba loo nto enokonwatyelwa iqale.

Isazisi Sikarhulumente

Kuza kufuneka uzifote ifoto efanayo nekwisazisi sakho. Le nto inceda u-Airbnb aqiniseke ukuba ngubani oya kwinto anokuyonwabela. Le nto kuza kufuneka uyenze kube kanye.

Izinto ezifunwa kundwendwe

Kungaya ukuya kutsho kwiindwendwe eziyi- 10 ezineminyaka eyi- 18 nangaphezulu. Abazali basenokuza nabantwana abangaphantsi kweminyaka emi-2.

Utywala

Le into onokuyonwabela iquka utywala. Utywala buza kunikwa kuphela iindwendwe ezineminyaka evunyiweyo ngumthetho ukuba zingabusela.