Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Ukuba Umbuki Zindwendwe ufuna ukurhoxa

    Sometimes a Host can’t accommodate your stay, and in most cases will let you know the bad news ahead of time. Don’t cancel for them—send them a cancellation request so you don’t miss out getting your best refund.

    Ukuze uthumelele umbuki zindwendwe wakho isicelo sokurhoxisa:

    1. Yiya kwindawo ethi Uhambo uze ucofe uhambo ofuna ukulurhoxisa
    2. Cofa indawo ethi Veza iinkcukacha zohambo
    3. Cofa indawo ethi Rhoxisa okanye utshintshe
    4. Cofa indawo ethi Rhoxisa ukubhukisha
    5. Kwindawo ethi Nceda ukhethe isizathu, khetha ethi Umbuki zindwendwe wam kufuneka arhoxise
    6. Ecaleni kwethi Utshilo na ukuba akazukwazi ukukwamkela? khetha ethi Ewe
    7. Cofa indawo ethi Cela umbuki zindwendwe ukuba arhoxise

    Hosts have 48 hours to respond. If your trip starts within a week, though, they have to respond within 24 hours. If they accept your request or don’t respond, you’ll get a full refund. If they decline, they should still be able to host your stay. 

    If your Host has already canceled, your full refund is on its way. Find out more about when you’ll get your refund.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?

    Amanqaku asondele kweli