Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Umbuki zindwendwe

Faka imali yondwendwe olongezelelekileyo

Your place is set up for a certain number of guests, but if you think you can accommodate extra people, it’s up to you—and you can charge an extra guest fee.

Decide how many extra guests you can accommodate

You can add a fee for each guest you’re willing to host beyond your normal limit. So, if the number of guests you’ve set in your Listings is 4, you can charge extra for the 5th and 6th guests and so on up to your comfort level.

Faka imali yondwendwe olongezelelekileyo kwindlu yakho

Ixabiso lakho elitsha lisebenza ekubhukisheni kwexesha elizayo kuphela.

Faka imali yondwendwe olongezelelekileyo kwikhompyutha

  1. Yiya kwindawo ethi Ikhalenda uze ukhethe ikhalenda yendlu ofuna ukuyitshintsha
  2. Cofa indawo ethi Amaxabiso
  3. Phantsi kwendawo ethi Iimali ezimele zibhatalwe ezongezelelekileyo, cofa kwindawo ethi Iimali ezimele zibhatalwe
  4. Cofa indawo ethi Imali yondwendwe olongezelelekileyo uze utshintshe izinto ofuna ukuzitshintsha
  5. Cofa indawo ethi Gcina


Adding extra guests to confirmed reservations

If you want to add an extra guest fee to a confirmed reservation, you’ll need to send your guest a trip change to adjust the price.

Learn why having a successful pricing strategy—like adding fees for extra guests—can protect your earnings in the Resource Center.

Eli nqaku likuncedile?

Amanqaku asondele kweli

Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti