Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Indlela yokuyenza
Umbuki zindwendwe

Ukuguqulela indlu yakho kwezinye iilwimi

Guests come from every corner of every continent, using Airbnb in over 60 languages. Writing your listing description in even one other language or, better still, in multiple languages is a perfect way to get your place noticed by potential guests.

Faka ulwimi

  1. Cofa kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe indlu ofuna ukuyilungisa
  2. Phantsi kwendawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Lungisa izinto ozithandayo
  3. Cofa kwindawo ethi Iilwimi, uze ucofe kwindawo ethi Faka ulwimi
  4. Khetha iilwimi ofuna ukuzifaka uze ucofe kwindawo ethi Gcina
    1. Buyela kwindawo ethi Indawo yokulungisa indlu, cofa kwindawo ethi Ingcaciso uze ucofe kwindawo ethi Ingcacisoyendlu
    2. Faka ingcaciso yakho engolwimi olongezelelekileyo uze ucofe kwindawo ethi Gcina


    You can have as many languages as you want for your listing description, but you can only add one at a time. You can also find out about hosting Experiences in different languages or learn how to change the language for your Airbnb account in general.

    Eli nqaku likuncedile?

    Amanqaku asondele kweli

    • Umbuki zindwendwe

      Ukutshintsha ulwimi kuAirbnb

      Ukuba usebenzisa ikhompyutha nebhrawuza, khetha ulwimi olufunayo kwicandelo lezinto ozikhethayo zomhlaba wonke leakhawunti yakho. Ukuba useb…
    • Umbuki zindwendwe

      Ukufaka indlu kuAirbnb Luxe

      Funda ngenkqubo indlu yakho ekufuneka igqithe kuyo ngaphambi kokuba ifakwe kuAirbnb Luxe.
    • Umbuki zindwendwe

      I-Luxe: Qalisa

      Bonke Ababuki Zindwendwe beAirbnb Luxe kufuneka babe neakhawunti ka-Airbnb. Ukuba awunayo iakhawunti ka-Airbnb, nceda wenze iakhawunti entsh…
    Fumana uncedo ngokubhukisha kwakho, ngeakhawunti yakho, nangokunye.
    Ngena kwiakhawunti okanye uvule iakhawunti