Dlulela kumxholo
    Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo
    Izinto ezintsha nge-COVID-19
    Ukuze ufumane iindlela zokurhoxisa nezokubuyiselwa imali onokukhetha kuzo, khetha ukubhukisha kwiphepha elithi Uhambo. Ipolisi yethu yemeko ongenakuyinceda isebenza kukubhukisha okuthile kuphela. Sinikezela ngenkcazelo ehlaziyiweyo nge-1 nange-15 nyanga nganye.

    Ndingasibhukisha kanjani isiyolo?

    Ungasebenzisa iwebhusayithi ye-Airbnb okanye i-app yeselula ukubhukisha izinto onokuzonwabela. Xa uvula iwebhusayithi okanye i-app, khangela icandelo Izinto onokuzonwabela Emva koko, khetha idolophu ethile kunye nemihla, okanye ukhangele kuzo zonke izinto onokuzonwabela.

    Awudingi ukuba ubenekhaya elibhukishwe kwa-Airbnb ukwenzela ukubhukisha izinto onokuzonwabela.

    Njengokufumaneka kwekhaya, ukufumaneka kwezinto onokuzonwabela kusekwe ngumbhuki-zindwendwe.

    Ngaphambi kokubhukisha

    Qinisekisa ukuhlaziya iimfuneko zeendwendwe kunye naziphi na iimfuneko ezichazwe ngumbhuki-zindwendwe. Ezi mfuneko zingaquka umda wobudala okanye izinga lobuchule.

    Ukubhukisha izinto onokuzonwabela ezingaphezulu

    Ungabhukisha izinto ononkuzonwabela kangangoko ufuna ngexesha lohambo lwakho. Qinisekisa ukuba uyazijonga iishedyuli ukunqanda ukuba ubhukishe izinto onokuzonwabela zokukhawulela ezingexesha elinye.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?