Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Ndizibuyisela njani iindwendwe zam imali yazo?

    To refund a guest before their check-in date, go to Reservations, select a reservation, and click Issue refund.

    If a guest has a problem during their stay (ex: an offered amenity like wi-fi is missing or the hot water doesn’t work), or after their stay, you can send them a partial refund through the Resolution Center.

    Ukuze ubuyisele undwendwe imali:

    1. Yiya kwindawo ethi Iziko Lezemali uze ucofe ethi Thumela imali
    2. Khetha undwendwe oza kuluthumelela imali uze ucofe indawo ethi Okulandelayo
    3. Kwindawo ethi Khetha isizathu, khetha isizathu esiyichaza kakuhle into ebangela ubuyise imali
    4. Cofa indawo ethi Okulandelayo
    5. Faka imali oyibuyisayo uze ufake umyalezo oya kundwendwe lwakho
    6. Cofa indawo ethi Okulandelayo uze ucofe ethi Thumela

    Your guest will be notified of the refund and we’ll process your transaction within 48 hours. Once you submit the refund amount, the transaction is considered final. For any additional refunds, you or your guest will need to submit a new request using the Resolution Center.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?

    Amanqaku asondele kweli