Indlela yokuyenza
•
Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Izikhokelo zobudala Kwizinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb
Izikhokelo zobudala Kwizinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb
How do you know if your Experience is suitable for kids?
Things to consider:
- Will younger guests be able to physically participate?
- Is there any adult content presented during your Experience by you or someone else, such as swearing or sexual references?
- Will you be going to a venue that has age restrictions?
- Will you or anyone else be serving alcohol?
- Do your other guests know that children will be attending?
Lungisa ingcaciso Yento Enokonwatyelwa oyifakileyo
Ukuze uchaze ukuba Into yakho Enokonwatyelwa iyazifanela na iindwendwe ezineminyaka engaphantsi kweyi-18:
- Yiya kwindawo ethi Izindlu uze ukhethe Into Enokonwatyelwa
- Cofa indawo ethi Izinto ezifunwa kundwendwe
- Kwindawo ethi Eyona minyaka mincinci, khetha ukuba kufuneka zibe neminyaka emingaphi iindwendwe ukuze ziye Kwinto yakho Enokonwatyelwa
- Cofa indawo ethi Gcina
- Cofa Iprofayile uze ucofe indawo ethi Lawula Izinto Ezinokonwatyelwa
- Cofa indawo ethi Iphepha Lento Enokonwatyelwa uze ucofe ethi Izinto ezifunwa kundwendwe

Only people 18 or over can make reservations, but a child’s legal guardian is able to book additional spots for guests who meet your minimum age requirement.
It’s up to you if you charge for kids under 2 or if you let them come for free.
Communicate ahead of time
Did a guest just book your Experience for their family? Help them plan by messaging them with considerations and tips to help the younger travelers have a great Experience.
Eli nqaku likuncedile?
Amanqaku asondele kweli
- Undwendwe
Ubudala obufunwayo
Kufuneka ubuncinane ube neminyaka eyi-18 ukuze ubhukishe okanye wamkele iindwendwe kwindawo yakho kuAirbnb. - Umbuki zindwendwe
Ngaba umthetho uyakuvumela ukubeka imiqathango kubudala bondwendwe okanye kwisimo saloo sentsapho?
Imithetho yezindlu mininzi ibe isebenza kwiimeko ezininzi ezahlukileyo. Ungafunda iPolisi ka-Airbnb Yokungacaluli uze uthethe negqwetha ukuz… - Umbuki Zindwendwe Wento Enokonwatyelwa
Ngaba ndinokuzibekela iimfuno iindwendwe zam zokuzonwabisa?
Ungaseta iinkcukacha ezifana neminyaka efunekayo, iziqinisekiso nezinga lobuchule.