Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Faka okanye ususe iindwendwe kwitikiti lakho

    Sometimes friends will want to join you at the last minute, or someone has to drop out of a trip. Luckily, you can add or remove guests from a reservation before you check-in at any time, you just can’t change the guest count once the trip has begun.

    Depending on the Host’s pricing, changes to the number of guests may affect the total cost of your trip. The original total and new total will show once your changes are confirmed.

    Ukufaka okanye ukususa iindwendwe

    1. Yiya kwindawo ethi Uhambo uze kwethi Olusezayo, ukhethe uhambo ofuna ukulutshintsha
    2. Kwindawo ethi Iinkcukacha zokubhukisha, cofa indawo ethi Lawula iindwendwe
    3. Faka okanye ususe iindwendwe, uze ucofe indawo ethi Qhubeka
    4. Hlola izinto ozitshintshileyo nawo nawuphi na umahluko kwixabiso, uze ucofe indawo ethi Thumela isicelo

    Xa Umbuki Zindwendwe evumelana nezinto ozitshintshileyo, ziza kufakwa ngokuzenzekelayo.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?