Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Ndimele ndenze ntoni xa undwendwe lwam lusaphula into kwindawo yam?

    We know damages in your place can make hosting a challenge, so we’re here to help. To submit a Host Guarantee or security deposit claim, visit the Resolution Center within 14 days of your guest’s checkout date or before the next guest checks in, whichever is earlier.

    Ukuze wenze isicelo sokubuyiselwa imali kweyedipozithi:

    1. Yiya kwindawo ethi Iziko Lezemali uze ucofe ethiCela imali
    2. Khetha undwendwe ofuna Ukucela imali kulo uze ucofe indawo ethi Okulandelayo
    3. Ukuba undwendwe lubhukishe kaninzi, khetha ukubhukisha uze ucofe indawo ethi Okulandelayo
    4. Kwindawo ethi Khetha isizathu, khetha Umonakalo okanye izinto ezilahlekileyo emva koko ucofe ethi Okulandelayo
    5. Gcwalisa indawo ethi Masikufunele uncedo uze ucofe ethi Okulandelayo
    6. Cofa indawo ethi Qalisa ngoku
    7. Gcwalisa indawo ethi Cela ukubuyiselwa imali uze ucofe ethi Faka

    If your guest agrees to the amount you requested, we'll release your payout in 5-7 business days.

    If your guest declines or doesn't respond within 72 hours, click Contact us about your Resolution Center case. If we need more information about the damaged or missing items, you'll have 72 hours to provide it.

    We'll make sure you and your guest are represented fairly, and if we determine you're owed money, we'll send it to you in a separate payout.


    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?

    Amanqaku asondele kweli