Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo

    Ukulungisa iinombolo zefowuni kwiakhawunti yakho

    Need to edit your phone number? No problem.

    Ukuze ulungise inombolo yakho yefowuni:

    1. Yiya kwindawo ethi Iakhawunti > Inkcazelo yakho
    2. Ecaleni kwendawo ethi Inombolo yefowuni, cofa ethi Lungisa
    3. Tshintsha izinto ofuna ukuzitshintsha uze ucofe indawo ethi Gcina

    Note: After a booking is accepted, all phone numbers on an account will be displayed to the other party, whether you're a guest or a Host.

    Using your phone number to log in

    Once you have a phone number associated with an account, you’ll have the option to log in to Airbnb using that phone number.

    If you have more than one phone number listed, or your phone number is shared across multiple accounts, you’ll need to log in with an email address.

    Ngaba ulufumene uncedo obulufuna?

    Amanqaku asondele kweli