Dlulela kumxholo
    Qhubeka uye phambili ukuze ufikelele kwiziphumo ezicetyisiweyo
    Izinto ezintsha nge-COVID-19
    Ukuze ufumane iindlela zokurhoxisa nokubuyiselwa imali onokukhetha kuzo, yiya kwideshibhodi yakho. Ukubhukisha okufanelekayo phantsi kwepolisi yethu yeemeko ongenakuzinceda kunokurhoxiswa ngaphambi kokungena ngaphandle kwesohlwayo okanye kuchaphazele ukuba yiSuperhost kwakho.

    UMntla Merika

    La manqaku okwamkela iindwendwe ngenkathalo anokukunceda ufunde ukuba kufuneka ntoni ukuze ube ngumbuki zindwendwe kwingingqi yakho. Inqaku ngalinye linenkcazelo ngemithetho yeemeko ezithile neyendawo, kuquka imithetho, imiqathango, iirhafu, eyona ndlela yokwenza izinto nezinye izinto ekumele bacinge ngazo ababuki zindwendwe abafake izindlu kuAirbnb.