Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Imibuzo ngokubhukisha

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Sukusamkela isicelo sohambo

    Unokungayamkeli nayiphi na imibuzo okanye izicelo zokubhukisha ongazukukwazi ukuzihoya, kodwa loo nto kufuneka uyenze zingekapheli iiyure eziyi-24.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Phendula isicelo

    Uneeyure eziyi-24 zokwamkela okanye ungamkeli isicelo sohambo ngaphambi kokuba siphelelwe lixesha.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Phendula umbuzo

    Phendula zingekapheli iiyure eziyi-24. Iindwendwe ezibuzayo ngokuqhelekileyo sube zifuna inkcazelo engakumbi ngaphambi kokuthumela isicelo sokubhukisha.
  • Indlela yokuyenza

    Ukuqonda imeko yokubhukisha kwakho

    Funda ngeenkcukacha zeemeko ezahlukeneyo ukubhukisha kwakho okunoba kuzo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Xa undwendwe lucela ukuza kubona indawo ngaphambi kokubhukisha

    Lukhuthaze ukuba lujonge ingcaciso yendlu yakho neefoto, kwaye ufumaneke ukuze uphendule nayiphi na imibuzo engakumbi elisenokuba nayo ngendawo yakho.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukufumana isicelo sendawo yokuhlala yemeko yongxamiseko ka-Airbnb.org

    UAirbnb.org unceda imibutho engenzi nzuzo inikezele ngeendawo zokuhlala zokwexeshana kubantu abadingayo.