Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Iingxaki zokubhukisha

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukuba undwendwe lukwenza uzive ungakhululekanga

    Ukuba ufumanisa ukuba undwendwe lwaphula omnye wemithetho yekhaya okanye lukwenze waziva ungakhuselekanga, unokungasamkeli isicelo salo sohambo okanye urhoxise ukubhukisha.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Xa undwendwe obelubhukishile lungafikanga

    Ukuba undwendwe lwakho lurhoxisile okanye alufikanga, siza kusebenzisa ipolisi yakho yokurhoxa ibe uza kuthunyelelwa nayiphi na imali omele uyibhatalwe.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Xa iindwendwe zifuna ukuza nabantu abangakumbi

    Ukuba uza kukwazi ukulamkela iqela elikhulu, kwaye ungathanda ukubiza imali eyongezelelekileyo yezi ndwendwe, ungathumelela undwendwe lwakho isicelo sokutshintsha uhambo.