Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Izinto ezinokusetyenziswa ziindwendwe

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Lungisa isihloko sendlu yakho

    Ungasitshintsha nanini na isihloko sendlu yakho, ngoko khululeka uze uyiphe igama elichaza into eyenza indlu yakho yahluke.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Faka izinto ezinokusetyenziswa kwindlu

    Iindwendwe zinokuhluza iziphumo zokukhangela ngokwezinto ezinokuzisebenzisa, ngoko kubalulekile ukuquka yonke into onayo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukufaka iindlela zokungena kwizindlu

    Iindwendwe ezidinga izinto ezinceda kungeneke lula zinokukhangela izindlu ngokwezinto ezizidingayo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Isantya se-wifi yakho siyavavanywa

    Qinisekisa i-intanethi yakho nesantya se-wifi ukuze indlu yakho ibe phambili xa iindwendwe zikhangela indawo yokuhlala.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukufaka imithetho yekhaya kwindlu

    Ababuki zindwendwe bachaza imithetho yezindlu zabo ukuze bazise iindwendwe oko kulindelekileyo, njengemvume yokuza nezilwanyana zasekhaya okanye ukuba neendwendwe.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukufaka incwadi yondwendwe kwindlu yakho

    Incwadi yakho yeendwendwe icacisa izinto ezifumaneka kwindlu yakho, njengendlela iTV esebenza ngayo okanye indawo ekuyo enye ingubo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukuchazela iindwendwe ngezixhobo zokhuseleko

    Ukungafihli nto kwenza ababuki zindwedwe neendwendwe bathembane yaye loo nto izenza zicace izinto emazilindelwe. Ngokuchaza iikhamera zokhuseleko, izixhobo zokurekhoda, nezixhobo ezijonga izinga lengxolo, ababuki zindwendwe banokunceda ekuqinisekiseni ukuba iindwendwe ziyayazi into ezinokuyilindela ebudeni bokuhlala kwazo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukubhatala umntu okucocelayo umvuzo wokuzixhasa

    Ababuki Zindwendwe bethu baseMerika bazibophelele ekubabhataleni ngendlela efanelekileyo abantu ababacocelayo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Faka incwadi ebonisa iindawo kwindlu yakho

    Ungenza incwadi ebonisa iindawo yombuki zindwendwe emva kokuba uwagqibile amanyathelo okufaka indawo yakho.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe