Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Amagumbi neendawo

  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Faka okanye ulungise iifoto

    Sicebisa ukuba ufake iifoto ezimbalwa ezikumgangatho ophezulu. Ungatsala iifoto ukuze zilandelelane ngendlela oyifunayo.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukufaka amagumbi amaninzi

    Unokwenza indlu eyahlukileyo yendawo nganye onayo. Igumbi ngalinye liza kuba nekhalenda yalo nephepha lendlu, inani leebhedi nezinto ezinokusetyenziswa.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Faka iindawo zokulala kwindlu yakho

    Yiya kumalungiselelo okulala uze ufake inani neentlobo zebhedi.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Izinto zokutshixa zegumbi lokulala nelokuhlambela kwindawo yakho Eligumbi

    Iindwendwe zilindele ukuba ziza kukwazi ukutshixa igumbi lazo lokulala okanye naliphi na igumbi lokuhlambela ezinokungena kulo. Yiloo nto sicebisa ababuki zindwendwe ukuba bafake izitshixo kuwo nawaphi na amagumbi okulala namagumbi okuhlambela iindwendwe ezinokuwasebenzisa.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukukhetha inkcazelo engezinto eziyimfihlo zegumbi lokuhlamba

    Xa kubhukishwa Amagumbi, inkcazelo imele icace kwiindwendwe enoba igumbi lokuhlambela lisetyenziswa nangabanye abantu, ayikho kwigumbi lakho okanye ikwigumbi lakho.
  • Indlela yokuyenza • Umbuki zindwendwe

    Ukufaka Igumbi

    Amagumbi alungele iindwendwe ezithanda ukuba zodwa ngoxa zikwafuna ukudibana nabantu abatsha zize zonwabele indawo njengomntu wasekuhlaleni. Nazi ezinye izinto omele ucinge ngazo ngaphambi kokuba ubuke iindwendwe kwindawo eligumbi.