Villa Vatu

Ukuhlala tofo-tofo e- Vatu Vara Island, Fiji, Fiji

Iindwendwe eziyi-2, Igumbi lokulala eliyi-1, Ibhedi eyi-1, Igumbi lokuhlambela eli-1
Villa Vatu is a breathtaking one-bedroom waterfront villa on a secluded private island in Fiji. Part of the Vatuvara Private Islands Resort, the villa enjoys utter privacy along with complimentary access to Vatuvara's world-class amenities. With panoramic ocean views, exquisite…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe

Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu

Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Ehamba nale ndawo

Izinto ezibalulekileyo onokuzilindela xa ubhukisha le ndawo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Umqhubi
Iinkonzo ze-Spa

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Indawo yokutyela
Indawo yokubhukuda (infinity pool)
Ipuli enzulu
Ishawari ephandle
Indawo yokuhlala
I-Hammock

Ngaphakathi

Umatshini wesandi ejikelezayo
I-TV
Ikhitshi elincinci
Umatshini wokudlala ii-DVD
Indawo yokutyela isidlo sakusasa

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Idesika
Umatshini wokuhlamba impahla
Isefu

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa nokuqinisekiswa okunamanqaku ayi-300
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Vatu Vara Island, Fiji, Fiji

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 10:00
Ixesha lokuphuma lingo:15:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi

Imithetho engokurhoxa