Dlulela kumxholo

Anella II

I-SuperhostCape Town, Western Cape, eMzantsi Afrika
Ukuhlala tofo-tofo e- Cape Town, Western Cape, eMzantsi Afrika
Iindwendwe eziyi-105 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-5Amagumbi okuhlambela ayi-5
Stay on the quiet side of Camps Bay at the serene, private Anella II. Set on a hillside in the exclusive suburb, this modern villa is close to the beach and has stunning views of the mountains. Use this luxury five-bedroom vacation rental to entertain friends and family, or as a…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Indawo yokutya yabantu abayi-6
Isixhobo esisebenza ngegesi sokoja inyama
Izitulo zokugcakamela ilanga
Izixhobo zomculo
Igadi

Ngaphakathi

Indawo yokugcina iwayini
I-TV
Itafile yePing pong
IPlayStation
Itafile yokudlala ipool
Isixhobo sokubeka iPod

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Umgangatho onezifudumalisi
Inkqubo yokhuseleko
Umatshini wokuhlamba impahla

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Uyakhathalelwa xa uhambile, emini nasebusuku
    Ukufumana uncedo oluphezulu xa uludinga ngayo nayiphi na imibuzo onayo, nangaliphi na ixesha.

Uluvo oluyi-1

Indawo

Cape Town, Western Cape, eMzantsi Afrika

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi