Dlulela kumxholo
Ukuhlala tofo-tofo e- Viladellops, -, Spain
Iindwendwe eziyi-169 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-12Amagumbi okuhlambela ayi -8
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Masia Cal Mingo is an authentic Catalan villa of the fifteenth century situated in the middle of the vineyards of the Penedès, a picturesque area of the Mediterranean coast offering nature, villages and beaches. This ‘masia,’ or traditional farmhouse, is situated in the heart of…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Into yokoja
Igadi

Ngaphakathi

Indawo yokugcina iwayini
Ilayibrari
I-TV
Umatshini wokudlala ii-DVD

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Umatshini wokuhlamba impahla
Indawo yokupaka
Iifeni eziphathekayo

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

4.67 out of 5 stars from 9 reviews

Indawo

Viladellops, -, Spain

Isikhululo seenqwelo-moya

Barcelona Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-36

Iilwandle

Platja de la Nova Icària
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-48
Beach Volleyball
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-49

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$1186
Imithetho engokurhoxa