Dlulela kumxholo

Windjammer North Point 3 Bedroom Villa

Ukuhlala tofo-tofo e- Labrelotte Bay, Castries, St. Lucia
Iindwendwe eziyi-123 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-5Iibhafu ezi-3
Timeless Caribbean scenery meets modern charm at each Windjammer North Point 3 Bedroom Villa. Part of the Windjammer Landing resort, the villas are tucked into a lush hillside overlooking picturesque Labrelotte Bay on St. Lucia’s northwest coast. The gorgeous setting,…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Indawo yokutya yabantu abayi-4
Izihlangu zokuzinxiba xa uselwandle
ISpa
I-paddle board ekumiwayo kuyo
Izitulo zokugcakamela ilanga

Ngaphakathi

I-TV
Ikhitshi lompheki
Indawo yokutyela isidlo sakusasa

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
I-Cable TV
Indawo yokupaka
Umatshini wokuhlamba impahla

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Labrelotte Bay, Castries, St. Lucia

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ezempilo nokhuseleko
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Imithetho engokurhoxa