(A) The Shore Club Executive Penthouse

Ukuhlala tofo-tofo e- Grace Bay, TCI, Turks & Caicos Islands

Iindwendwe eziyi-6, 3 amagumbi okulala ayi-, iibhedi eziyi-3, Amagumbi okuhlambela ayi-4
Spend the ultimate luxury holiday on one of the world’s best beaches at The Shore Club Executive Penthouse. This gorgeous Turks and Caicos vacation rental boasts an incredible location above Long Bay Beach, pampering service and five-star amenities. Reserve its three bedrooms for…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe

Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu

Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Indawo yokutya yabantu abayi-10
Ibhafu enamanzi ashushu
Indawo yomlilo engaphakathi endlini
Into yokoja

Ngaphakathi

I-Sauna
Igumbi lomphunga oshushu
I-TV
Ukugcinwa kwewayini
Ikhitshi lompheki
Isixhobo sokwenza ikofu

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
I-Cable TV
Indawo yokupaka
Inkqubo yokhuseleko

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Grace Bay, TCI, Turks & Caicos Islands

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Funda okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Funda okungakumbi

Imithetho engokurhoxa