Dlulela kumxholo
Ukuhlala tofo-tofo e- EKapa, Western Cape, eMzantsi Afrika
Iindwendwe eziyi-126 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-8Amagumbi okuhlambela ayi-6
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Hollywood Mansion is an extraordinary luxury villa in Camps Bay, perfectly located just eleven minutes from Cape Town and two minutes from the beach. Enjoying breathtaking views of the mountains and ocean, the stunning, California-style contemporary home features beautiful…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu
Into yokoja
Izitulo zokugcakamela ilanga

Ngaphakathi

Indawo yokubukela iimuvi esekhaya
Indawo yokugcina iwayini
Indawo yokutyela
I-TV
Itafile yokudlala ipool
Ijimu

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ukupaka egaraji
Indawo yokupaka
Ukufudumeza

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Uyakhathalelwa xa uhambile, emini nasebusuku
    Ukufumana uncedo oluphezulu xa uludinga ngayo nayiphi na imibuzo onayo, nangaliphi na ixesha.

Indawo

EKapa, Western Cape, eMzantsi Afrika

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 14:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Izilwanyana zasekhaya zivunyelwe
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho sixhobo sokuva umoya otyhefayo esichaziweyo Funda okungakumbi
Akukho sixhobo sokuva umsi esichaziweyo Funda okungakumbi