Villa Trancoso

Ukuhlala tofo-tofo e- Malibu, California, United States

Iindwendwe eziyi-8, 4 amagumbi okulala ayi-, iibhedi eziyi-4, Amagumbi okuhlambela ayi-4.5
Simple, minimal, and chic, this beachfront villa is the epitome of a laid-back, California lifestyle. It exudes a low-key, casual aesthetic with rustic wooden décor and terracotta tiling. A few steps from your private patio, the sandy shores of Broad Beach stretch into the…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe

Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu

Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ishawari ephandle
Indawo yokoja yegesi yendalo
Izitulo zokugcakamela ilanga
Ibhafu enamanzi ashushu

Ngaphakathi

I-TV
Isixhobo sokudlala umculo ekuthiwa yiSonos
Indawo yomlilo weenkuni

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Apple TV
I-Wifi
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Ukupaka egaraji

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Uluvo oluyi-1

Indawo

Malibu, California, United States

Isikhululo seenqwelo-moya

Los Angeles International Airport (LAX)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-51

Iilwandle

Malibu Pier
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-17
Santa Monica Beach & Pier
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-39
Venice Beach
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-43

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Funda okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Funda okungakumbi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Funda okungakumbi

Imithetho engokurhoxa