Dlulela kumxholo

Chalet Sunski

Ukuhlala tofo-tofo e- Megeve, French Alps, France
Iindwendwe eziyi-115 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-6Amagumbi okuhlambela ayi-5
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Imithetho engokurhoxa
Ukuba urhoxisa ukuyotsho kwi-Iintsuku eziyi-95ngaphambi kokungena, uza kubuyiselwa i-50%, ngaphandle kwemali yenkonzo.
Imithetho yekhaya
Umbuki zindwendwe akazivumeli izilwanyana zasekhaya, iipati okanye ukutshaya.
Nestled at the foot of the Jaillet ski lifts, this luxurious yet rustic chalet perfectly balances at-home elegance with endless alpine activities. Soaring timber beam ceilings complement the natural hardwood floors and panelled walls in the open-concept interior, putting a…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphakathi

Umshini we-Arcade
I-TV
Itafile yePing pong
Isixhobo sokudlala umculo ekuthiwa yiSonos
I-Smart TV

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Wifi
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
ISki locker
Umatshini wokwenza ikofu

Isetyenziswa nangabanye

Igumbi lokutyela
Ikhitshi elipheleleyo

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Megeve, French Alps, France

Isikhululo seenqwelo-moya

Geneva International Airport (GVA)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-72
Aeroport de Lyon
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-130

ukutyibiliza kwikhephu

Mont Blanc du Tacul
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-45
Le Brévent - La Flégère (Chamonix-Mont Blanc)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-70

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokungena lingo: Emva ko 17:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho sixhobo sokuva umoya otyhefayo esichaziweyo. Funda okungakumbi
Akukho sixhobo sokuva umsi esichaziweyo. Funda okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$4982
Imithetho engokurhoxa