Dlulela kumxholo
Ukuhlala tofo-tofo e- Scottsdale, Arizona, United States
Iindwendwe eziyi-105 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-5Iibhafu ezi-3
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Strains of classic rock waft into the desert air and Arizona sunshine slants across photo-ready rooms at this picturesque Scottsdale retreat. Though it’s inspired both by mid-century cool and the natural textures of the rugged landscape outside, this boutique inn has its own…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Indawo yokoja yegesi yendalo
Izitulo zokugcakamela ilanga
Indawo yokubasa

Ngaphakathi

I-TV
Indawo yomlilo wegesi
I-Smart TV

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
Indawo yokutyela isidlo sakusasa
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Umatshini wokuhlamba impahla
Indawo yokupaka

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Uluvo oluyi-1

Indawo

Scottsdale, Arizona, United States

Isikhululo seenqwelo-moya

Scottsdale Airport (SDL)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-6
Phoenix Sky Harbor International Airport (PHX)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-22
Pheonix-Mesa Gateway Airport (AZA)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-45
Tucson International Airport (TUS)
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-124

Igalufa

Phoenician Golf Club
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-18

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yecarbon monoxide
Ayikho ialam yomsi
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Funda okungakumbi
Imithetho engokurhoxa