Dlulela kumxholo
Ukuhlala tofo-tofo e- EAustin, Texas, United States
Iindwendwe eziyi-84 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-4Amagumbi okuhlambela ayi-4.5
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Fans sweep the air in the poolside cabana at this resort-inspired home in a lake-edged neighborhood just outside downtown Austin. The palm-fringed outdoor spaces—centered on a freeform pool—overlook the gently rolling landscape of Texas Hill Country, and the interiors’ high…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Ibhari ephezu kwepuli yamanzi
Indawo yokoja yegesi yendalo
Ibhafu enamanzi ashushu
Indawo yokubasa
Ikhitshi eliphandle

Ngaphakathi

I-TV
Indawo yomlilo wegesi
Itafile yePing pong
Ibhari esendlini
Iofisi
Ibhafu ezimeleyo

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
Indawo yokutyela isidlo sakusasa
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Ibhedi yosana
Indawo yokupaka

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

EAustin, Texas, United States

Isikhululo seenqwelo-moya

Austin-Bergstrom International Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-29

Igalufa

Barton Creek Coore & Crenshaw Golf Course
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-20

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika umamkeli zindwendwe
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$2500
Imithetho engokurhoxa