Dlulela kumxholo
Ukuhlala tofo-tofo e- Four Corners, Florida, United States
Iindwendwe eziyi-167 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-11Amagumbi ayi-7.5 okuhlambela
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Kick back in the hot tub while the kids play in the games room at this mini-mansion in the Reunion Island Resort, just minutes from Disney. When you’re not out at the parks, catch a flick in the home cinema, or watch fellow golfers navigate the Jack Nicklaus PGA course from your…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukunyamekela indlu
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umpheki
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Ibhafu enamanzi ashushu
Into yokoja
Izitulo zokugcakamela ilanga
I-Terrace
Ibhalkhoni

Ngaphakathi

Indawo yokubukela iimuvi esekhaya
Umshini we-Arcade
Itafile yokudlala ipool
Ibhari esendlini
Itafile yokudlala i-air hockey
Itafile yomdlalo weFoosball

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
Isixhobo sokubandisa iwayini
Indawo yokutyela isidlo sakusasa
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Indawo yokupaka

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Four Corners, Florida, United States

Isikhululo seenqwelo-moya

Orlando International Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-31

Izinto Ezibangela Umdla

Reunion Resort Water Park
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-3
Reunion Resort Golf Course
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-8
Walt Disney World Resort
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-10
Shopping Orlando
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-18
Universal Studios Florida
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-23
Amway Center
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-32
Kennedy Space Center
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-67

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ayikho ialam yomsi
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Funda okungakumbi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$3000
Imithetho engokurhoxa