Dlulela kumxholo
Ukuhlala tofo-tofo e- Natai Beach, Phang Nga, Thailand
Iindwendwe eziyi-105 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-7Amagumbi okuhlambela ayi-5.5
Step onto the sands of Natai Beach from this contemporary villa on the Phang Nga coast of Thailand. Perfect for families, groups of friends, or destination wedding guests, the home features expansive indoor and outdoor living/dining areas, an infinity pool, and panoramic views of…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Ehamba nale ndawo

Izinto ezibalulekileyo onokuzilindela xa ubhukisha le ndawo.
Ukunyamekela indlu
Umpheki

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Indawo yokubhukuda (infinity pool)
Ishawari ephandle
Phezu kophahla
Indawo yokoja yegesi yendalo
I-Hammock
I-Kayaks

Ngaphakathi

Ibhedi esebenza ngamandla elanga

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
I-Apple TV
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Isitulo esiphakamileyo
Indawo yokupaka

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Natai Beach, Phang Nga, Thailand

Isikhululo seenqwelo-moya

Phuket International Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-33

Iilwandle

Mai Khao Beach
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-27

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 15:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Akukho alam elumkisa ngomoya otyhefayo echaziweyo Funda okungakumbi
Akukho alam elumkisa ngomsi echaziweyo Funda okungakumbi
Imithetho engokurhoxa