Dlulela kumxholo

Il Pozzo Toscano

Ukuhlala tofo-tofo e- Pienza, Toscana, Italy
Iindwendwe eziyi-168 amagumbi okulala ayi-iibhedi eziyi-10Amagumbi okuhlambela ayi -8.5 asetyenziswa nangabanye abantu
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
A storybook villa located outside historic Pienza, this home is a bastion of old-world charm in serene surroundings. Hugged by a rich, leafy garden of olive trees and blooming bushes, the seating terraces offer varied views of the rolling scenery, with airy, converted rooms full…
Ukwamkelwa kweendwendwe ngu-

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku
I-Airbnb Luxe
Amakhaya kanokutsho anento yonke ekwelona nqanaba liphezulu
Indlu esemgangathweni kunye nendlu nganye eyakhiwe ngobuchule, Indlu nganye ka-Airbnb Luxe iza nezinto onokuzisebenzisa ezisemgangathweni, iinkonzo, kunye nomntu ozinikeleyo ekulungiseleleni uhambo.

Ehamba nale ndawo

Izinto ezibalulekileyo onokuzilindela xa ubhukisha le ndawo.
Ukunyamekela indlu
Umpheki

Iinkonzo ezongezelelekileyo

Emva kokubhukisha le ndawo, umcebi wohambo angalungiselela naziphi na kwezi nkonzo zongezelelekileyo.
Ukusiwa kwisikhululo seenqwelo-moya
Ukuqesha imoto
Ukutya okutsha
Ukuhoya abantwana
Umqeshwa ophambili
Umqhubi
Umntu ogade ivenkile yokutyela
Iinkonzo ze-Spa
Ukuqeshiswa kwezixhobo
Iimpahla zosapho

Izinto onokuzisebenzisa

Ngaphandle

Ichibi
Indawo yokoja yegesi yendalo
I-Hammock
I-Pergola
Izitulo zokugcakamela ilanga
Igadi

Ngaphakathi

Indawo yokugcina iwayini
Itafile yePing pong
Imidlalo yebhodi
Indawo yomlilo weenkuni
Igumbi leentatheli
Izitishi ezifumaneka ngeSatellite

Izinto ezibalulekileyo

Ikhitshi
Isixhobo sokwenza ikofu
I-Wifi
Umatshini okhupha umoya obandayo okanye oshushu
Indawo yokupaka
Indawo yokupaka eyogqunyiweyo

Umahluko we-Airbnb Luxe

  • Ukuceba uhambo ukusuka ekuqaleni ukuya kutsho ekugqibeleni
    Abacebi bohambo balungelelanisa ukufika kwakho, ukuhamba kwakho nayo yonke enye into.
  • Ukuhlolwa okunamanqaku ayi-300 nangaphezulu
    Zonke izindlu ezikwi-Airbnb Luxe kuyaqinisekiswa ukuba zikwimeko entle.
  • Ukuhoywa xa useluhambeni
    Uncedo olukwizinga eliphezulu olufumana xa ulufuna xa unemibuzo.

Indawo

Pienza, Toscana, Italy

Isikhululo seenqwelo-moya

Peretola Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-97
Pisa International Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-138
Leonardo da Vinci International Airport
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-149

Izinto Ezibangela Umdla

Arezzo
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-58
Siena
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-63
San Gimignano
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-98
Florence
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-104
Pisa
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-145
Rome
Eyona mizuzu imbalwa yokuqhuba iyi-148

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya
Ixesha lokubhalisa xa ufika: Emva ko 16:00
Ixesha lokuphuma lingo:10:00
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko
Ezempilo nokhuseleko
Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ikhamera yokhuseleko/isixhobo sokurekhoda Funda okungakumbi
Ichibi, umlambo, nezinye iindawo ezinamanzi ezikufutshane
Into yokunyuka okanye yokudlala
Imithetho engokurhoxa