Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eManly West

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Wynnum
I-Clara @ Wynnum
4 Okt – 1 Nov
Yi$2 114 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Manly
Iyunithi 3, iMountjoy Terrace, iManly
2–30 Sep
Yi$2 030 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Manly
Iyunithi 2, iMountjoy Terrace Manly
23 Nov – 21 Dis
Yi$1 846 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wynnum
I-Manly Boathouse, Iflethi Ekwigadi Ezimeleyo
6 Jan – 3 Feb
Yi$2 374 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseManly West

Wynnum Plazabayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Manly Deckbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworths Manly Westbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Manly Hotelbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cambridge Lane Espresso + Kitchenbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Celtic Corner Bar & Bistrobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.